John 10:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa owasemzini azisayi kumlandela, koko ziya kubaleka kuye; ngokuba zingalazi ilizwi labasemzini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke owasemzini azingemlandeli; zosuka zimbaleke, ngokuba zingalazi izwi labasemzini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke owasemzini aziyi kumlandela; ziya kusaba kuye; ngokuba azilazi ilizwi labasemzini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Omnye umntu azingekhe zimlandele. Zosuka zimbaleke, kuba azilazi izwi lowasemzini.”