John 10:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke abo abezayo ndingekabiko mna, bangamasela namabada: koko izimvu zingabevanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abezayo ngaphambi kwam bangamasela nezihange; ke zona izimvu azibevanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abafika ngaphambi kwam bangamasela nezihange, kodwa izimvu azibeva.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iigusha zange zibaphulaphule bonke abathe bafika ngaphambi kwam, kuba babengamasela nezihange.
Recommended Reading