John 11:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa xeshekweni umntu ahamba ebusuku, uyaku̔beka, kuba ukukanya kungeko kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba umntu uthi ahambe ebusuku, uyakhubeka; ngokuba ukukhanya kungekho kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ukuba umntu uthi ahambe ebusuku, uyakhubeka; ngokuba ukukhanya kungekho kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ukuba uhamba ebusuku, uyakhubeka; kuba akukho kukhanya kumkhanyiselayo.”