John 11:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanjalo ndiyavuya ngenxa yenu ukuba ndibe ndingeko kona, ukuze nikolwe; noko masihambe siye kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiyavuya ke ngenxa yenu, ukuba ndibe ndingekho khona, ukuze nikholwe. Noko ke masiye kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyavuya ke ngenxa yenu, ukuba ndibe ndingekho khona, ukuze nikholwe, masiye kuye noko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa ngenxa yenu ndiyavuya ngokungabikho kwam khona, ukuze nikholwe. Ngoko ke, masiye kuye.”