John 11:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Tomasi, o‐kutiwa ngu‐Didimusi, wati kubo abebengabadisipile naye: Masihambe siye nati, ukuze sife kwa naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ngoko uTomas, okuthiwa nguDidimo, kubafundi kunye naye, Masiye nathi, ukuze sife naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ngoko uTomas, okuthiwa nguDidimo, kubafundi kunye naye, Masiye nathi, ukuze sife naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko uTomas, uWele, wathi kwabanye abafundi: “Masiye nathi, size sife kunye naye.”