John 11:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye abaninzi bakuma‐Juda bebefikile ku‐Marita no‐Mariya, ukuze babaku̔ze ngaye umninawe wabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakufike abaninzi bakumaYuda, kwabo babenoMarta noMariya, ukuze babakhuze ngaye umnakwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwafika abaninzi bakumaYuda, kwabo babenoMarta noMariya, ukuze babakhuze ngaye umnakwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwaza kwafika amaJuda amaninzi, eze kukhuza ooMarta noMariya ngokusweleka komnakwabo.