John 11:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Marita, akuva ukuba u‐Yesu uyeza, waya wamhlangabeza: kodwa u‐Mariya ebehleli endlwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akuva ngoko uMarta ukuba uYesu uyeza, wamhlangabeza; ke yena uMariya wahlala endlwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuva ngoko uMarta ukuba uYesu uyeza, wamhlangabeza; ke yena uMariya wahlala endlwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuva uMarta okokuba uYesu uyeza, wamhlangabeza, kodwa yena uMariya wasala endlwini.