John 11:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Marita ku‐Yesu: Nkosi! ukuba ubulapa, umninawe wam ngeengafanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ngoko uMarta kuYesu, Nkosi, ukuba ubulapha, umnakwethu ange engafanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ngoko uMarta kuYesu, Nkosi, ukuba ubulapha, umnakwethu ange engafanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi uMarta kuYesu: “Nkosi, ukuba ubukho, ngengabhubhanga umnakwethu.