John 11:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko kwa kaloku ndiyazi ukuba oko usukuba ucela kona kutixo, utixo wokunika kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nangoku ndiyazi ukuba, ongathi ukucele kuThixo, oko wokunika uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nangoku ndiyazi ukuba, ongathi ukucele kuThixo, oko wokunika uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa nangoku ndiyazi ukuba uThixo wokunika nantoni na oyicelayo kuye.”