John 11:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Marita kuye: Ndiyazi ukuba wobuya avuke eluvukweni ngomhla wokupela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi uMarta kuye, Ndiyazi ukuba uya kubuya avuke eluvukweni, ngomhla wokugqibela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uMarta kuye, Ndiyazi ukuba uya kubuya avuke eluvukweni, ngomhla wokugqibela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuye uMarta: “Ndiyazi okokuba uya kubuya avuke xa kuvuswa bonke abafileyo ngomhla wokugqibela.”