John 11:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nosukuba esidla ubomi ekolwa kum, akasayi kufa napakade. Uyakolwa kuko oku na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abadla ubomi bekholwa kum, abasayi kufa naphakade;uyakholwa na koko?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abadla ubomi bekholwa kum, abasayi kufa naphakade; Uyakholwa na koko?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wonke odla ubomi ekholwa kum, soze afe naphakade. Ke wena ngaba uyakholwa koku?”