John 11:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza akuba ebetshilo wemka, waya wabiza u‐Mariya udade wake ngasese, esiti: Umfundisi ufikile, uyakubiza wena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza etshilo wemka, waya wabiza uMariya umsakwabo ngasese, wathi, UMfundisi ukho, uyakubiza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuba etshilo wemka, waya wabiza uMariya umsakwabo ngasese, wathi, uMfundisi ukho, uyakubiza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba etshilo uMarta, wemka waya kubizela bucala udade wabo uMariya, wathi kuye: “Umfundisi ukho; uyakubiza.”