John 11:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati yena akuva, wesuka msinya, waya kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthi yena, akuva oko, asuke kamsinya eze kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Evile ke yena, wasuka ngokukhawuleza waya kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akukuva oko uMariya, wakhawuleza waphuma, wahlangabeza uYesu.