John 11:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Batuma ngoko odade bake kuyo, besiti: Nkosi! kangela, lowo umtandayo uyafa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathumela ngoko oodade babo kuye, besithi, Nkosi, uyabona, lowo umthandayo uyafa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathumela ngoko oodade babo kuye, besithi, Nkosi, uyabona, lowo umthandayo uyafa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko oodade wabo aba bathumela kuYesu, besithi: “Nkosi, umhlobo wakho uyagula.”