John 11:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Mariya, akufika apo u‐Yesu ebekona, wambona, wawa pantsi ngasezinyaweni zake, esiti kuye: Nkosi! ukuba ubulapa, ngeengafanga umninawe wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMariya ngoko, akufika apho uYesu ebekhona, akumbona, wawa ezinyaweni zakhe, esithi kuye, Nkosi, ukuba ubulapha, ange engafanga umnakwethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMariya ngoko, akufika apho uYesu ebekhona, akumbona, wawa ezinyaweni zakhe, esithi kuye, Nkosi, ukuba ubulapha, ange engafanga umnakwethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMariya waya kulaa ndawo wayekuyo uYesu, wafika waziphosa ezinyaweni zakhe, wathi kuye: “Nkosi, ukuba ubukho, ngengabhubhanga umnakwethu.”