John 11:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yesu, akumbona yena elila, nama‐Juda abezile naye elila, wavuswa kakulu emoyeni, wazikataza,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ngoko uYesu, akumbona elila, namaYuda abeze naye elila, wafutheka, wakhathazeka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ngoko uYesu, akumbona elila, namaYuda abeze naye elila, wafutheka, wakhathazeka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uYesu akumbona elila, namaJuda abeze naye elila, wachukumiseka entliziyweni, wakhathazeka kakhulu,