John 11:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu kuye: Andatsho kuwe na ukuti: Xeshekweni ukolwayo, uya kubona ubungcwalisa bukatixo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi uYesu kuye, Anditshongo na kuwe ukuthi, Ukuba uthe wakholwa, wolubona uzuko lukaThixo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uYesu kuye, Anditshongo na kuwe ukuthi, Ukuba uthe wakholwa, wolubona uzuko lukaThixo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wathi kuye: “Bendingatshongo na kuwe okokuba uya kuwabona amandla kaThixo ukuba uyakholwa?”