John 11:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula basusa ilitye, apo ofileyo ebelele kona. Waza u‐Yesu wapakamisa amehlo ngapezulu, wati: Bawo! ndiyakubulela ukuba undivile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Balisusa ngoko ilitye apho abelele khona ofileyo.Wawaphakamisa ke amehlo uYesu, wakhangela phezulu, wathi, Bawo, ndiyabulela kuwe kuba undivile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Balisusa ngoko ilitye apho abelele khona ofileyo. Wawaphakamisa ke amehlo uYesu, wakhangela phezulu, wathi, Bawo, ndiyabulela kuwe kuba undivile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Balisusa ke ilitye, waza uYesu wakhangela phezulu, wathi: “Bawo, ndiyabulela kuba undiva.