John 11:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa bendisazi ukuba uyandiva ngamaxesha onke: koko ngenxa yesihlwele esimiyo apa nditshilo, ukuze bakolwe ukuba unditumile wena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke bendisazi ukuba uhleli undiva; ke nditsho ngenxa yesihlwele esixhonteleyo, ukuze bakholwe ukuba wena wandithuma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ke bendisazi ukuba uhleli undiva; ke nditsho ngenxa yesihlwele esixhonteleyo, ukuze bakholwe ukuba wena wandithuma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ke bendisazi ukuba uhlala undiva, kambe ke nditsho ngenxa yale ndimbane yabantu ixhontelene apha, khon' ukuze ikholwe ukuba ndithunywe nguwe.”