John 11:45 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati ngoko abaninzi bakuma‐Juda ababefikile ku‐Mariya, nezinto ezenzwayo ngu‐Yesu bazibona, bakolwa kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ithe ngoko into eninzi kumaYuda, ebize kuMariya, yakuzibona izinto azenzileyo uYesu, yakholwa kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ithe ngoko into eninzi kumaYuda, ebize kuMariya, yakuzibona izinto azenzileyo uYesu, yakholwa kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Into eninzi yaloo maJuda awayeze kukhuza uMariya, ithe yakukubona oko uYesu akwenzileyo, yakholwa kuye.