John 11:49 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza omnye wakubo, u‐Kayafasi, engumperisite omkulu ngomnyaka lowo, wati kubo: Nina anazi luto,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku omnye wabo, uKayafa, engumbingeleli omkhulu ngaloo mnyaka, wathi kubo, Anazi nto nina;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku omnye wabo, uKayafa, engumbingeleli omkhulu ngaloo mnyaka, wathi kubo, Anazi nto nina;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Omnye wabo, uKayafa, owayengumbingeleli omkhulu ngaloo nyaka, wathi: “Anikayiqondi mpela le nto!