John 11:50 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
anikumbuleli kanjalo ukuba kulungele tina, ukuba umntu emnye afe ngenxa yabantu, luze lwonke uhlanga lungabubi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kananjalo aniqondi ukuba kusilungele, ukuba kufe umntu abe mnye ngenza yabantu, ukuze lungatshabalali uhlanga luphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo aniqondi ukuba kusilungele, ukuba kufe umntu abe mnye ngenxa yabantu, ukuze lungatshabalali uhlanga luphela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aniqondi na okokuba kunilungele ukuba umntu omnye afele abantu, kunokuba kutshatyalaliswe uhlanga lonke?”