John 11:51 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oku ke akakuteta ngokwake; koko, engumperisite omkulu ngomnyaka lowo, waprofitesha ukuba u‐Yesu ebeza kufa ngenxa yohlanga olo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oku ke akakuthethanga kuphuma kuye; wathi, kuba ebengumbingeleli omkhulu ngaloo mnyaka, waprofeta ukuba uYesu uza kulufela uhlanga;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oku ke akakuthethanga kuphuma kuye; wathi, kuba ebengumbingeleli omkhulu ngaloo nyaka, waprofeta ukuba uYesu uza kulufela uhlanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oku akakuthethanga kuphuma kuye. Watsho kuba wayengumbingeleli omkhulu ngaloo nyaka, ebhengeza okokuba uYesu wayeza kulufela uhlanga,