John 11:52 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bekungengenxa yohlanga olo lodwa, bekukukuba ahlanganisele kunye nosapo lukatixo oluci̔takeleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kungabi ngenxa yohlanga olo lodwa, kube ngenxa yabantwana bakaThixo abalusali, ukuba abahlanganisele ndawonye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kungabi ngenxa yohlanga olo lodwa, kube ngenxa yabantwana bakaThixo abalusali, ukuba abahlanganisele ndawonye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
engafeli lona kuphela, koko efela bonke abantwana bakaThixo abathe saa, ebahlanganisela ndawonye.