John 11:54 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako u‐Yesu wabengasahambi ekuhleni pakati kwama‐Juda, koko wemka apo waya elizweni elikufupi nentlango, esixekweni esi‐kutiwa yi‐Hefrayime, wahlala kona nabadisipile bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko uYesu akabanga sahamba ekuhleni phakathi kwamaYuda;wasuka wemka apho, waya ezweni elikufuphi nentlango, emzini ekuthiwa kukwaEfrayim; walibala khona apho nabafundi bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko uYesu akabanga sahamba ekuhleni phakathi kwamaYuda; Wesuka apho, waya ezweni elikufuphi nentlango, emzini ekuthiwa kukwaEfrayim, walibala khona apho nabafundi bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko uYesu akabanga sahamba ekuhleni kwelakwaJuda, kodwa wemka waya ngasentlango, kwidolophu ekuthiwa yeyakwaEfrayim, wahlala khona apho enabafundi bakhe.