John 11:57 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo nabaperisite abakulu nabafarisi bebenikile umyalelo, wokuba, xeshekweni umntu aziyo apo akona, makaxele, ukuze bambambe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ababingeleli abakhulu nabaFarisi babewise umthetho wokuthi, ukuba umntu uthe wazi apho akhona, maze axele, ukuze bambambe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ababingeleli abakhulu nabaFarisi babewise umthetho wokuthi, ukuba umntu uthe wazi apho akhona, maze axele, ukuze bambambe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ababingeleli abaziintloko nabaFarasi babeyalele okokuba ukuba kukho bani waziyo apho uYesu akhoyo, kufuneka axele, ukuze bambambe.