John 12:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kekaloku u‐Yesu, elifumene iqwaṙashana, wahlala pezu kwalo; njengokuba kuba̔liwe ngokuti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYesu, efumene ke iesilana, wahlala phezu kwalo, njengokuba kubhaliwe kwathiwa,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uYesu, elifumene iesile, wahlala phezu kwalo; njengoko kubhaliwe kwathiwa,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wafumana idonki eselula, wakhwela kuyo, njengoko zitshoyo *iziBhalo ukuthi: