John 12:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko kanjalo isihlwele samhlangabeza, ngokokuba besivile ukuba ebewenzile lommangaliso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko indimbane yamhlangabeza; ngokuba yayivile ukuba uwenzile lo mqondiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yoko indimbane yamhlangabeza; ngokuba yayivile ukuba uwenzile lo mqondiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko indimbane yaya kumhlangabeza uYesu, kuba yayivile ngokwenza kwakhe loo mqondiso.