John 12:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati ngoko abafarisi pakati kwabo: Nibona na okokuba anincedi luto? nali ilizwe lipume laya emva kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathe ngoko abaFarisi phakathi kwabo, Niyabona na kodwa ukuba anincedi lutho? Yabonani, ulandelwa lilizwe lonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathe ngoko abaFarisi phakathi kwabo, Niyabona na kodwa ukuba anincedi lutho? nalo ihlabathi lilandela yena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza *abaFarasi bathethana besithi: “Khangelani, yeyele ngomkhono! Nanko elandelwa lilizwe lonke!”