John 12:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako bamenzela isidlo sokuhlwa kona apo; waye u‐Marita ebekonza; kodwa u‐Lazarusi ebengowabahleli ekutyeni ndawonye naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko bamenzela isidlo khona, waye uMarta elungiselela;uLazaro ke ebengomnye wabo babehleli naye besidla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamenzela isidlo khona; uLazaro ke ebengomnye wabo babehleli naye etafileni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Walungiselelwa isidlo ke uYesu, waza uMarta wabaphakela, uLazaro engomnye wababehleli etafileni kunye noYesu.