John 12:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba umntu uyandikonza, makandilandele; nalapo ndikona mna, woba kwa lapo nomkonzi wam: naxeshekweni umntu andikonzayo mna, ubawo uya kumbeka yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ubani uthi andikhonze, makandilandele; apho ndikhona mna, woba khona apho nondikhonzayo; ukuba umntu uthi andikhonze, uBawo wombeka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ubani uthi andikhonze, makandilandele; apho ndikhona mna, woba lapho nomkhonzi wam; ukuba ubani uthi andikhonze, wombeka uBawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo usisicaka sam makandilandele, abe kunye nam apho ndikhoyo. Osisicaka sam ke uya kunikwa imbeko nguBawo.”