John 12:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saye sisiti isihlwele esibe simi kona, saliva: Kududumile. Babesiti abanye: Ingelosi itetile kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isihlwele ngoko esasimi seva, sathi, Liyaduduma. Abanye bathi, Kuthethe isithunywa sezulu kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baye ngoko abantu ababemi khona, bekuva oko, bathi kuyaduduma. Abanye bathi, Kuthethe isithunywa sezulu kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isihlwele sabantu ababemi apho sathi liyaduduma, abanye besithi isithunywa sezulu sithethe naye.