John 12:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula u‐Yesu wati: Akungenxa yam elilizwi liveleyo, kungenxa yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi, Eli lizwi alibangakho ngenxa yam;libekho ngenxa yenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi, Eli lizwi alibangakho ngenxa yam; libekho ngenxa yenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uYesu wathi kubo: “Eli lizwi alivakalanga ngenxa yam, koko livakale ngenxa yenu.