John 12:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kukaloku ukugwetywa kwelilizwe; kaloku inkosi yelilizwe iya kulahlelwa pandle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungoku ukugwetywa kwalo eli hlabathi; kungoku umphathi walo eli hlabathi aya kukhutshelwa phandle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungoku ukugwetywa kwalo eli hlabathi; kungoku umphathi walo eli hlabathi aya kukhutshelwa phandle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lithwasile ngoku ixesha lokugwetywa kweli hlabathi; umphathi weli hlabathi uza kukhiqwa ngoku.