John 12:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nakuba ebeyenze imimangaliso emininzi kangaka pambi kwabo, bebengakolwa kuye;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, nakuba wayenze imiqondiso engaka phambi kwabo, abakholwanga kuye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, nakuba wayenze imiqondiso engaka phambi kwabo, abakholwanga kuye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nangona uYesu wayenze imiqondiso engako phambi kwabo, abakholwanga kuye.