John 12:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko bebekohlwa kukukolwa, ngokokuba u‐Yisaya watsho kanjako ukuti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoku babengenako ukukholwa, ngokuba uIsaya ubuya athi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ababa nako ukukholwa ngoko, ngokuba uIsaya ubuya athi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abakholwanga ke, njengoko atshoyo nakwenye indawo uIsaya ukuthi: