John 12:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwatshiwo oku ngu‐Yisaya, akubona ubungcwalisa bake, waza wateta ngaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezi zinto wazithetha uIsaya, oko wabubonayo ubuqaqawuli bakhe, wathetha ngaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezi zinto wazithetha uIsaya, oko wabubonayo ubuqaqawuli bakhe, wathetha ngaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UIsaya watsho kuba wabubona ubungangamsha bukaYesu, waza wathetha ngaye.