John 12:43 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba bebetanda imbeko yabantu ngapezu kwayo imbeko katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba babethanda uzuko oluvela ebantwini, ngaphezu kozuko oluvela kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba babethanda uzuko oluvela ebantwini, ngaphezu kozuko oluvela kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babexabise kakhulu ukunconywa ngabantu ngaphezu kokunconywa nguThixo.