John 12:50 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako ndiyazi ukuba umyalelo wake ububomi obungunapakade: oko ngoko endikutetayo, njengokuba ubawo etshilo kum, ndiyateta kwa njalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiyazi nokwazi ukuba umthetho wakhe lowo bubomi obungunaphakade. Ngoko izinto endizithethayo mna, njengoko uBawo andixeleleyo, ndenjenjalo ukuzithetha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyazi nokwazi ukuba umthetho wakhe lowo bubomi obungunaphakade. Ngoko ke izinto endizithethayo mna, njengoko uBawo andixeleleyo, ndenjenjalo ukuzithetha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyazi ke okokuba lo myalelo wakhe ububomi obungonaphakade. Ke ngoko into endiyithethayo kuphela yileyo uBawo andiyalele ukuba mandiyithethe.”