John 12:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Yesu; Myeke; uwagcinele imini yokuncw̔atywa kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ngoko uYesu, Myeke; uwalondolozele imini yokungcwatywa kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ngoko uYesu, Myeke; uwagcinele imini yokungcwatywa kwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uYesu wathi: “Myeke; sukumkhathaza. Esi siqholo ebesigcinele ukulungiselela ukungcwatywa kwam.