John 12:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba amahlwempu ninawo wona futi ekuni; kanti aninam futi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba amahlwempu la nihleli ninawo; mna ke anihleli ninam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba amahlwempu nihleli ninawo; ke mna anihleli ninam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amahlwempu aya kuhlala ekho, kodwa aniyi kuhlala ninam mna.”