John 12:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bazi ngoko abantu abaninzi bakuma‐Juda ukuba ukona: beza ke, bekungengenxa ka‐Yesu yedwa, bekukukuba bambone no‐Lazarusi, lowo wamvusayo ekufeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi ngoko indimbane enkulu yakumaYuda yakwazi ukuba ulapho; yeza kungengenxa kaYesu yedwa, yeza ukuze ibone noLazaro, lowo wamvusayo kwabafileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yathi ngoko indimbane enkulu yakumaYuda yakwazi ukuba ulapho; yeza kungengenxa kaYesu yedwa, yeza ukuze ibone noLazaro, lowo wamvusayo kwabafileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yeva ke indimbane yamaJuda okokuba uYesu useBhetani, yaya khona, ingayi kubona uYesu kuphela, koko isiya kubona noLazaro, lowo uYesu wamvusayo ekufeni.