John 13:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebesazi lowo ubemngcatsha; kungenxa yoku wati: Anihlambululekile nonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ebemazi lowo umnikelayo; ngenxa yoko wathi, Anihlambulukile nonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ebemazi lowo umngcatshayo; Wathi ngenxa yoko, Anihlambulukile nonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wayeselemazi lowo uza kumngcatsha, kungoko watshoyo ukuthi abahlambulukanga bonke.