John 13:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndininikile umzekelo, ukuze niti, njengokuba ndenze mna kuni, nenje njalo nani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndininike umzekelo, ukuze nani nenze, njengoko ndenze ngako mna kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndininike umzekelo, ukuze nani nenze, njengoko ndenze ngako mna kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndinenzele umzekelo, ukuze nani nenze njengoko mna ndinibonisileyo.