John 13:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwakubako isidlo sokuhlwa, u‐Satane esel’ efakile nje entliziyweni ka‐Jude Sikariyoti, unyana ka‐Simone, okokuba amngcatshe,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakubakho isidlo sangokuhlwa (akubon ukuba uMtyholi selekufakile entliziyweni kaYuda Sikariyoti, okaSimon, ukuba amngcatshe),
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, sakuba isidlo sangokuhlwa, eselifakile umtyholi entliziyweni kaYuda Sikariyoti, okaSimon, ukuba amngcatshe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokuhlwa uYesu nabafundi bakhe babesetafileni besitya. Umtyholi wayeselekufakile entliziyweni kaJudas, unyana kaSimon Sikariyoti, okokuba angcatshe uYesu. UYesu wayesazi ukuba uYise uzinikele ezandleni zakhe zonke izinto; esazi okokuba yena uvela kuThixo, kwaye uya kuThixo.