John 13:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula abadisipile bakangelana, betandabuza ukuba uteta ngobanina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baye ngoko abafundi bekhangelana, bethingaza ukuba uthetha bani na.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baye ngoko abafundi bekhangelana, bethingaza ukuba uthetha bani na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza bajongana abafundi bakhe, bengazi mpela okokuba ngubani na lowo athetha ngaye.