John 13:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati emveni kwomtamo, wandula wangena kuye u‐Satane. Wati ngoko u‐Yesu kuye: Oko ukwenzayo, kwenze kamsinyane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza emveni kweqhekeza elo, wangena uSathana kuye lowo.Uthi ngoko uYesu kuye, Okwenzayo, kwenze kamsinya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza emveni kweqhekeza elo, wangena uSathana kuye lowo. Wathi ngoko uYesu kuye, Okwenzayo, kwenze kamsinya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi kwangoko akulamkela elo qhekeza lesonka uJudas, wangenwa nguSathana. Waza wathi kuye uYesu: “Khawulezisa uyenze into oyenzayo.”