John 13:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bebeba inxenye, u‐Jude enenxowa nje, wati u‐Yesu kuye: Tengela umtendeleko izinto esizisweleyo; umhlaumbi, ukuba awape amahlwempu into.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba abathile, ekubeni ingxowa ibikuYuda, bebeba uYesu uthi kuye, Thenga ezo zinto sizifunela umthendeleko; mhlawumbi uthi makawanike into amahlwempu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba abathile, ekubeni ingxowa ibikuYuda, bebeba uYesu uthi kuye, Thenga ezo zinto sizifunela umthendeleko; nokuba makabanike into amahlwempu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekubeni yayigcinwa nguJudas ingxowa yabo yemali, abanye kubafundi babesithi uYesu umthuma ukuba aye kuthenga ezo zinto ziyimfuneko kwitheko *lePasika, okanye mhlawumbi uthi makaye kupha amahlwempu amalizo.