John 13:3 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati u‐Yesu, esazi ukuba zonke izinto uzinikile uyise ezandleni zake, nokuba wapuma kutixo, no kuba uyaya kutixo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
esazi uYesu ukuba uYise uzinikele zonke izinto ezandleni zakhe, nokuba waphuma kuThixo, esiya kuThixo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYesu wayesazi ukuba uYise uzinikele ezandleni zakhe zonke izinto, nokuba waphuma kuThixo, waya kuThixo: