John 13:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba utixo uyenzelwa ubungcwalisa kuye, naye utixo uya kwenzela yena ubungcwalisa kuye ngokwake, waeya kumenzela ubungcwalisa kamsinya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke uThixo uzukisiwe kuye, noThixo uya kumzukisa kuye ngokwakhe, waye eya kumzukisa kwangoku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke uThixo uzukisiwe kuye, noThixo uya kumzukisa kuye ngokwakhe, waye eya kumzukisa kwangoku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ke uThixo abonakalisa amandla akhe ngaye, wothi amnike ubungangamsha uNyana woLuntu, kwaye oko uza kukwenza kwangoku.